Year: 2017

‘Andizi eMzantsi’, utsho uSolange #AfroPunk

Sakhi Dlala Imvumi yaseMelika edumileyo uSolange Knowles ubhengeze ukuba akazukwazi ukuphumelela kumsitho womculo wokuphela konyaka eRhawutini. uKnowles bekulindeleke acule kumnyhadala we-AfroPunk ozakubanjelwa eRhawutini kulempela-veki siya kuyo. Uthabathele kwikhasi u-Instagram ukugqithisa lomyalezo: Le mvumi ithe ayizokwazi ukuphumelela ngenxa yesigulo asibize ngokuba yi ‘Autonomic Disorder’. Esi sigulo siza neempawu zokubanesiyezi, udandatheko kunye nokutyhafa kwamalungu omzimba.   Follow […]

EZANGOKU: Ulishiyile eli uRobbie Malinga #RIPRobbieMalinga

ERhawutini – Igqala elingumvelisi womculo eMzantsi Afrika, uRobbie Malinga, ulishiyile eli. Umvelisi wengoma u-Mthande ulishiye eli ngalemini yokuzalwa kukaYesu, kwinkolo yobuKristu. U-Malinga ebemane engena ephuma esibhedlele ngenxa yempilo enkene-nkene. Uye wanikezela namhlanje. Ephawula ngokusweleka kwalomvelisi womculo, uNaakmusiq uthe “iqhawe liwile, yeyona mini ikrakra le kwicandelo lomculo lwethu, hamba kahle Rob”. Iinkcukacha malunga nenkonzo yesikhumbuzo okanye […]

BREAKING NEWS: Tyibilili zwabha esikhundleni uRamaphosa | Ramaphosa wins #ANC54

Sakhi Dlala Egoli – UCryil Ramaphosa uphumelele kunyulo lobumongameli lwe-ANC olubanjelwe e-Nasrec Expo Centre eRhawutini. URamaphosa ngumongameli weshumi elinesine othabath’ iintambo kuJacob Zuma emva kokuphumelela kolunyulo ngeevoti ezi-2440. UNkosazana Dlamini-Zuma obequbisana naye ufumene iivoti ezi-2261.   English:    Johannesburg- Cyril Ramaphosa has been elected as the new ANC president at the party’s 54th annual Conference […]

Fees Must Fall WC welcomes #FreeEducation declaration

Cape Town – Fees Must Fall Western Cape has welcomed the declaration by president Zuma to provide free education for the poor and working class students. Read the full statement below: FEES MUST FALL WESTERN CAPE WELCOMES PRESIDENT JACOB ZUMA’S ANNOUNCEMENT ON FREE HIGHER EDUCATION FMFWC welcomes today’s announcement on free higher education for poor […]

BREAKING NEWS: President Zuma announces Free education #FeesMustFall

Cape Town- President Jacob Zuma has announced free higher education for over 90% of students. Read the full statement from the Presidency below: On the 23rd of October 2015, I met with university student leaders, Vice Chancellors, chairpersons of University Councils and representatives of various youth organisations to discuss challenges facing the higher education and […]

Back To Top