Advertisements

Day: May 16, 2017

USWELIKILE UMFUNDI WASE-UCT

  Umfundi wase-UCT obeneminyaka engama-25 nobekufuniswa ngaye lusapho lwakhe emva kokulahleka ngomhla wama-23 April 2017 ufunyenwe eswelekile. Oku kuvezwe lilungu losapho lwalomfundi kwikhasi lonxibelelwano u-Facebook. Kukwavelwe nokuba wafunyanwa eswelekile kwange 23-April 2017. […]

Advertisements