News

I-UWC FMF ithi mazingabhalwa iimviwo | UWC FMF Calls For Exam Boycott

Sakhikhaya Dlala

UWC Exam Venue Evacuated after Fire Extinguisher Was Released (Pic: Supplied)

See below for full English translation
Cape Town-Iqela labafundi i-UWC Fees Must Fall (UWC FMF) lihlabe ikhwelo kubafundi lisithi makungabhalwa mviwo emva kokuxinga kwengxoxo ezijongene nezisombululo kwiingxaki abajongene nazo bengabafundi kunye nabasebenzi.

I-UWC FMF ikhuphe ingxelo ityhola abaphathi beladyuniveisthi ngokunganyaniseki kwiingxongxo ezingokufamana izisombululo ngokugxothwa kwabasebenzi abali-144, ukudlwengulwa kwamanina, ingxaki ku-NSFAS kunye nokunqongophala kweendawo zokuhlala. Eliqela lihambise lathi, lona kunye namahlakani alo, iPASMA, EFFSC, CHC kunye SRC ziceba bonke abafundi bangazibhali iimviwo zabo ngokuqhankalazela ukunganyaniseki kwabaphathi bedyunivesithi.
Oku kuza emva kokuphazamiseka kweemviwo ebezilungiselwelwe intseni yangoMvulo. Abafundi bakhutshwe ngaphandle emva kokusetyenziswa kwesicima-mlilo (fire extinguisher) kwigumbi lokubhalela. Akukho bantu babanjiweyo okwangoku, kungekho qela elithathe uxanduva.
Kulindeleke kubekho iintlanganiso enkulu eStudent Center ngentsimbi yokuqala. Ayikaphenduli ngesisehlo idyunivesithi yaseNtshona Koloni.
English Translation:
Student movement UWC FMF has called for the boycott of June examinations in that institution. This comes after a deadlock in the negotiations held by management and students over issues affecting the students and workers.
The movement released a statement on Monday morning calling for the boycott of exams after failing to reach an agreement with the university management. UWC FMF alleges that the management has negotiated with ‘bad faith and arrogance’. The issues stated include the dismissal of 144 Securitas workers, increase in rape incidents, NSFAS issues and lack of residence spaces. The movement said that the decision to boycott exams in protest against the failed negotiations was supported by its allies: SRC, CHC, PASMA and EFFSC.
The call for boycotting of examinations comes after Monday morning papers had to be cancelled after a fire extinguisher was used in the examination venue. No one has been charged for this incident and no one has come forward to claim it.
The student movement has called for a mass meeting this afternoon, 13h00, at the student center. The university had yet to respond at the time of publishing.


Advertisements

Categories: News

Tagged as: , , ,

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s