News

BREAKING NEWS: Suspects linked to Ras Moziah Murder Arrested | Babanjiwe abarhanelwa ngokubulala uRas Moziah #JusticeForMoziah 

Mthunzi ‘Ras Moziah’ Zuma (Pic: Malwande Sinje)

Funda ngezantsi isiXhosa

Cape Town- Two people have arrested in connection to the death of community activist, Mthunzi ‘Ras Moziah’ Zuma who was shot and killed on the 28th of May.
Ras Moziah was buried last weekend after he was shot at a land occupation in Town 2.

The land occupation was started by Town 2 backyard dwellers mid-May
A family member speaking to Vernac News confirmed that the suspects will be appearing at the Khayelitsha Margistrate’s Court Tomorrow at 09h00.

ISIXHOSA:
Babanjiwe abarhanelwa ababini malunga nokubulawa kuka Ras Moziah nowadutyulwa ngomhla we 28 uCanzibe 2017.
URas Moziah ungcwatywe kwimpela-veki edlulileyo emva kokudutyulwa kwidabi lomhlaba eTown 2, kufuphi naseKhayelitsha. Elidabi lomhlaba liquka isiza esibangwa ngabahlali abanxusayo eTown 2. Eli dabi laqalwa kumbindi wenyanga uCanzibe.
Ilungu losapho likhuphe ingxelo ethi abarhanelwa bavela kwiNkundla kaMantyi yaseKhayelitsha kusasa ngentsimbi yethoba.

Advertisements

Leave a Reply

This site uses Akismet to reduce spam. Learn how your comment data is processed.