News

Siphumelele isicelo sebheyile kotyholwa ngokubulala uRas Moziah  

 

Sakhikhaya Dlala

19420463_1626659934021237_6582475258092621264_n

Izihlobo zika Ras Moziah ngaphandle kweNkundla kaMantyi yaseKhayelitsha

Scroll to the bottom for English summary.

Cape Town – Siphumelele isicelo sebheyile sendoda ethyolwa ngokubulalala itshantliziyo laseKhayelitsha uMthunzi ‘Ras Moziah’ Zuma.

uMantyi uVernon Jantjies usivumile isicelo sebheyile somrhanelw, ngomLwesithathu, wayibeka kumakhulu amahlanu (R500) ibheyile.

Inkundla ibizele lusapho nezihlobo zika Ras Moziah kunye neqaqobana labantu abaxhasa umtyholwa, u-Alfred Bangani.

uBangani utyholwa ngokudubula ze abulale uRas Moziah nowayeyinxalenye ledabi lokubanga isiza somhlaba eTown 2 kufuphi naseKhayelitsha.

UBangani wabanjwa okwesibini ngomhla we 23 eyeSilimela 2017 emva kokukhulwa okwexeshana ngumcuphi ngelithi ubungqina abonelan

Imiqathango yebheyile ebekwe nguMantyi Janjties iquka ukuba  umtyholwa abuyele eNkundleni ngomhla we 18 EyeThupha 2017, anganxibelelani namangqina kwaye angasondeli kwindawo yaseTown 2  nalapho isehlo senzeka khona.

 

English Translation

Murder accused, Alfred Bangani, has been granted R500 bail by the Khayelitsha Margistrate’s Court.

Bangani is accused of the murdering Khayelitsha activist, Mthunzi ‘Ras Moziah’ Zuma.

Zuma was invloved in a land occupation struggle for a plot of land in the Town 2 area, near Khayelitsha.

Margistrate Vernon Janjties instructed the accused to appear again in court on the 18th of August. Bangani’s bail conditions include that he does not interfere with state witnesses and that he stay away from the area of Town 2 where the incident occurred.

Advertisements

Categories: News

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s