News

UCT Students Under Siege from Criminals | Bahleli Kakubi Ngoonqalintloko abafundi e-UCT

Staff Reporter 

See below for English

Ekapa- Abafundi kwiDyunivesithi yaseKapa bahleli kakubi ngoonqevu emva kweziganeko ezimbini ezothusayo apho umfundi esinde ekuxhwilweni omnye wonzakala emva kokuphangwa kuleveki.

Bothukile abantu kumakhasi onxibelelwano emva kokuvela kweendaba zokuba umfundi wasetyhini usinde koonqevu ababezama ukumxhwila. Esi siganeko senzeka kubusuku bangoLwesibini phandle nje kwiLebhu YeeKhompyutha iBaxter, kwiKhampasi engeZantsi.

Isithethi sase-UCT u-Elijah Moloholi uphawule wathi ‘livuliwe ityala lokuhlaselwa komfundi ngobusuku bangoLwesibini nesebe leZokhuselo eKhampasini.

Emveni’nje kwesinye isehlo, malunga nexeshana emva kwentsimbi yesithathu ngentseni yangoLwesithathu, umfundi ongumfana uhlaselwe kude kufutshane nendlela iGrotto kwiKhampasi eseMbindini.

Ephawula ngesisehlo, uMolohola uthe, “ Umfundi ebehamba ngaphandle kweKhampasi, kude kufuphi nomgaqo iGrotto ngentsimbi yesithathu, apho athe wahlaselwa Khonaye ngamadoda amabini, abathe bamthathela isingxobo sakhe semali. Emveni kokonzaka ebusweni bakhe, uthe wabalekiselwa esibhedlele, kulindeleke ku akhululwe esibhedlele ngobusuku bangoLwesine”.
Esi sehlo sigqithiselwe kwi-CPS ukuze yenze uphando, utshilo u Molohola.
I-UCT icebise abafundi ukuba mababike nantoni na emayelana nobundlobongela kwi CPS ngokutsalela lomnxeba 021 650 2222/3.

English

Cape Town – University of Cape Town students live in fear after two incidents of robbery and attempted abduction occurred on campus this week.

Social media was abuzz after screenshots of a whatsapp conversation revealed that a female student was almost abducted on Tuesday evening near Baxter Computer Labs, on the university’s Lower Campus.

unnamed

Whatsapp conversation between UCT students (Pic: Supplied)

According to the screenshot, the student was attacked and dragged into a white vehicle as she was leaving Baxter Computer Labs. The screenshot further reveals that the vehicle was occupied by three men, two were seated at the front, while one was seated at the back. The student managed to escape after she fought them off and she also got help from a passerby.

UCT spokesperson Elijah Molohola confirmed that, “a case of an alleged attacked on a student was reported to Campus Protection Services (CPS) on Tuesday morning. It has also been reported to the SAPS”.

In another incident just a few hours apart, at 3am, Wednesday morning a male student was attacked on Grotto Road close to the Middle Campus.

Commenting on this incident, Molohola said, “The student was walking off-campus near Grotto Road around 3am when he was attacked by two unknown men who robbed him off his wallet. He sustained injuries to his face and was taken to hospital. He is expected to be released from hospital on Thursday evening”. The incident was reported to CPS and a case was yet to be filed, said Molohola.

UCT has urged its students to report any crime incidents to the CPS on 021 650 2222/3.

 

 

 

Advertisements

Categories: News

Tagged as: ,

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s