Advertisements

Day: Aug 7, 2017

‘Maliphume isela elinguZuma e-ofisini’ #UniteBehind (isiXhosa)

Ekapa- Amaqela ngamaqela wamatshantliziyo ebebambe umngcelele osingise ePalamente ngoMvulo ngelokufaka uxinzelelo kumalungu wasePalamente ukuba aguzul’ uMongameli Zuma kuvoto lokungamthembi oluzobanjwa ngomso. Lomngcelele ubuzinyaswe liwaka labantu ubuququzezelwe phantsi kwegama u #UniteBehind neyingqokelela yamaqela […]

Advertisements