News

Charges dropped against CPUT student leader | Lichithiwe ityala kuMagxothwa

Sakhikhaya Dlala & Simbarashe Nyatsanza 

Scroll down for English

Ekapa – Lichithiwe ityala kuSihlalo weBhunga laBafundi eKapa (CPUT) nePASMA u-Ayakha Magxotwa.

UMagxotwa ubetyholwa ngokubetha nokugrogrisa abantu ekuqaleni kwalonyaka.

Bekulindeleke lichotshelwe ngoMvulo ngentsimbi yethoba ityala lakhe, kodwa uqhankqalazo lwabafundi abachase oku, lunyanzelise uSihlalo weBhodi yoLuleko uNkosikazi Cora Motale ayirhoxise ingxoxo ebizakushukuxa lomba.

CPUT students and management (pic: Simbarashe Nyatsanza)

Emva kokuba zinqunyanyisiwe iiklasi abaphathi bedyunivesithi behamba nebambela lenqununu uGqirha Chris Nhlapo bafikile bezothetha nabafundi.

Sithatyathwe apho kulongxoxo nabafundi isigqibo sokuchithwa kwetyala kuMagxotwa. Idyunivesithi izibophelele kwinkqubo yoxolelwaniso kunoba iqhube ityala.

Agreement reached between CPUT and Ayakha Magxotwa | Isivumelwano phakathi kweCPUT kunye noMagxotwa (Pic: Supplied)

UMagxotwa udlale indima ebonakalayo ekuqeshweni kwabasebenzi abacocayo nonoogada ebutsheni balenyanga.

Ziqhubekile iiklasi ngoLwesibini kungekho ziganeko zixeliweyo.

English translation 


Cape Town – Disciplinary charges have been dropped against CPUT Cape Town PASMA and SRC Chairperson Ayakha Magxotwa.

Magxotwa had been charged for allegedly harassing and intimidating three people. The hearing that was set to begin at 09h00 on Monday was cancelled by the Disciplinary Hearing chairperson Ms Cora Motale citing a ‘volatile environment’ after students had left classes to picket outside in support of the student leader.

After the classes had been suspended CPUT Management accompanied by the Acting Vice Chancellor arrived at the Cape Town campus to address students.

It was at the meeting that a decision to drop the charges against Magxotwa was taken. The University opted for a reconciliation process.

Magxotwa played a prominent role in the recent insourcing of workers by the University.

CPUT Cape Town classes commenced on Tuesday without any incidents reported.

Advertisements

Categories: News

Tagged as: ,

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out /  Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out /  Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out /  Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out /  Change )

w

Connecting to %s