Advertisements

Day: Aug 17, 2017

BREAKING NEWS: UWC SRC President released on bail | Uyifumene ibheyile uBleki

Sakhikhaya Dlala Scroll down for English Ekapa – Intloko yeBhunga laBafundi e-UWC u-Asanda Bleki ukhululwe ngebheyile ngoLwesine. UBleki uchithe iiveki ezintathu ngaphaya kwezisele emva kokubanjwa erhanelwa ngokubetha unogada xeshana kuphazanyiswa iimviwo kwinyanga […]

Advertisements