Advertisements

Day: Aug 28, 2017

BREAKING NEWS: Zinqunyanyisiwe izifundo eCPUT eKapa | CPUT Cape Town classes suspended

Sakhikhaya Dlala & Simbarashe Nyatsanzi Ekapa – Zinqunyanyisiwe izifundo namhlanje e-CPUT, kwikhampasi yaseKapa kulandela uqhankqalazo lwabafundi abakhalazela ukunqongophala kwamagumbi okulala. Abaphathi baledyunivesithi bagqibe ngelokuzivala iiklasi namhlanje emva koluqhankqalazo. Kwiinkcazelo ekhutshwe namhlanje, abaphathi […]

Advertisements
Scroll back up