News

Workers resolve on #UCTShutDown| Badikiwe kukungcikivwa abasebenzi e-UCT

Loyola Nyathi | UCT Correspondent

UCT Mass Meeting (Pic: UCT PASMA Facebook)

See English version below
Ekapa – Abasebenzi beDyunivesithi yaseKapa bagqibe ekuvaleni eliziko ngenxa yokuxhatshazwa ngabaqeshi.

Abasebenzi kunye nabafundi bebebambe intlanganiso kwiKhampasi eseZantsi emva kwemini Ngomvulo.

Funda ngezantsi isishwankathelo sezikhalazo zabasebenzi:

– Abasebenzi bakhalazela ukungaligani kwemivuzo. Abaqhubi beJammie bakwiklasi yesihlanu ngexa abacoci nabaphekayo bekwiklasi yesibini neyesithathu, oku kuvezwe yinkokheli yabafundi u-Athabile Nonxuba.

– Abasebenzi bakhalazela ukwenziswa umsebenzi abangawuqeshelwanga.

– Selebesuka nase CCMA bekhalazela ukuba abanye abasebenzi basetyenziswa iiyure ezisixhenxe nesiqingatha kodwa bahlawulelwa iiyure ezine.

– Abasebenzi bafuna oomama abakhulelweyo babonelelwe.

– Abasebenzi bayibona le mpatho mbi nefana nokuba bayangcikivwa okanye ukuxhatshazwa

– Inkokheli yemanyano yabasebenzi ithi bazimisele ukuxoxa nabaphathi bedyunivesithi kodwa bafuna idyunivesithi idize iinkqubo zayo zomvuzo namaqithi-qithi. Oku kulandela emva kokuba abaphathi baledyunivesithi befumene izigidi ezithathu zemali kumaqithi-qithi womnyaka-mali ophelileyo.

Abasebenzi bagqibe ngokuyivala ledyunivesithi ekuseni ngoLwesithathu emva kokufaka isaziso soqhankqalazo seeyure ezingamashumi amane anesibhozo. Abasebenzi bahlabe ikhwelo becela abafundi babancedise kwelidabi.

Funda apha impendulo ye-UCT kwizityholo etyatyekwa zona yi-SRC malunga nalemiba ibalulwe kweliphepha.

English: 


Cape Town – UCT workers have resolved to shut down the institution over what they described as exploitative labour conditions.

The workers and a group of students gathered at the University’s Lower Campus on Monday lunchtime to deliberate on various labour issues.

Below is a brief summary of the grievances workers alleging to being subjected to:

– Workers are contesting the wage package offered by UCT including overtime pay. Student leader Athabile Nonxuba raised the concern that Jammie Shuttle drivers are on pay class 5 while cleaners and kitchen staff are on Pay Class 2 & 3.
– There is a dispute on job description. Some workers are made to do work that falls outside their job mandate


– Workers have been to the CCMA to dispute working hours as some workers are paid for 4 hours while actually working for 7.5 hours hours.
– Workers appealed for gender justice for pregnant womxn.
– Workers feels exploited exploited, understaffed and overworked.
– Union leader says they are prepared to negotiate with UCT but they want UCT to disclose its wage and benefit structures citing concerns over income inequalities that recently came to light during the recent UCT bonus saga where UCT executive were awarded bonuses in excesses of close to R3 million.

 

Subsequent to these grievances the workers have committed to refrain from work on Wednesday after serving the institution with the required 48 hours written notice.
The workers have appealed for solidarity from students.
Click on this link to read UCT’s response to UCT SRC statement on similar issues

Advertisements

Categories: News

Tagged as: ,

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s