News

UCT labour strike postponed | Lumisiwe uqhankqalazo e-UCT

Sakhi Dlala |Editor

Scroll down for English

 

Ekapa – Lumisiwe uqhankqalazo e-UCT emva kokuba idyunivesithi yaseKapa ifake isicelo kwinNkundla yamatyala sokuchasa uqhankqalazo obeluzakuqala ngoLwesine.

Oku kuvele ngexa kubanjwe intlaaganiso kwiHolo iJameson ngoLwesithathu.

Inkokheli yemanyano yabasebenzi u-Abraham Agulhas uthe idyunivesi ifake isicelo seNkundla yamatyala sokuchasa oluqhankalazo. Oku kwenzeke ngobusuku bangoLwesibini ze bafumana umyalalelo kwigqwetha labo ukuba bafake isaziso sokurhoxa ngoluqhankqalazo. u-Agulhas uthe i-UCT iluchase oluqhankqalazo ngelithi lemanyano yabasenzi khange ixele kwisaziso seyuure ezingama-48 esifakileyo ukuba bazakuqhankalaza phi na ndawoni. u-Agulhas uthe basenokuphinda bafake isaziso sokuqhankqalaza.

i-UCT ikhuphe ingxelo emini echaza oku. Idyunivesithi ikwathe nayo isirhoxisile isicelo kwiNkundla yamatyala esichasa oluqhankqalazo emva kokuba sirhoxisiwe.

Omabini lamaqela azakuphinda adibane axoxe ngomso ngentsimbi yeshumi ekuseni.

Cofa apha ukufumana ingcombolo ethe vetshe malunga nezikhalazo zabasebenzi.

 

English:

 

Cape Town- The University of Cape Town has interdicted the labor strike that was set to begin on Thursday.

This was revealed during the mass meeting called by the SRC at Jameson Hall on Wednesday.

Salipsu union leader Abraham Agulhas said that the university interdicted the strike on Tuesday evening and the union, on the advice of their lawyers withdrew the notice on Wednesday.

Alghus said that UCT had interdicted the strike on the basis that though they had served the 48 hours notice, as per the Labour Act, they did not indicate what time it would start. The second issue was that the notice did not disclose the location of the strike. Agulhas did not rule out submitting another 48 hours strike notice to UCT.

UCT released a statement confirming the union’s withdrawal of strike notice. The university has since withdrawn the interdict.

Student leader Athabile Nonxuba who is closely involved in the negotions said that both parties have agreed to continue negotiations from tomorrow at 10h00.

Click on this link for a detailed breakdown of the worker’s grievances.

 

Advertisements

Categories: News

Tagged as: , ,

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s