News, Updates and Press Releases

Update of the situation at CPUT Cape Town Campus | Kuqhubekani ngoku e-CPUT? #CPUTProtest

Simbarashe Nyatsanzi

Ekapa – Ikhampasi yaseKapa ivuliwe kodwa mncinci umsebenzi owenzekayo obonakalayo. Bambalwa abafundi abakhoyo, ngabo babhalayo kuphela abasekhampasini.

Oonogada babucala basekhona benxibe iimpahla zabo zomsebenzi bexhobe beficala, bame kwiikona ngeekona zekhampasi, kuyacaca ukuba balindele nantoni na enokwenzeka.

Iingcango zivalive kwiifakhalthi ezininzi.

Bakhona abasebenzi abambalwa ababonakala ekhampasini kodwa uninzi lwabo alubonakali.
Funda lapha unobangela woqhankqalazo

English:


Cape Town – The campus is open but it’s functioning minimally. There were no students around except those who were scheduled to write exams today.

Private security is still around, in riot gear, on various spots across campus, seemingly waiting in case something happens.

Most faculty entrances are closed, barricaded with either chains or handcuffs.

A few workers could be seen walking around the campus, but the majority did not come.

Click here to read about the cause of the protest.

Advertisements

Leave a Reply

This site uses Akismet to reduce spam. Learn how your comment data is processed.