News

BREAKING NEWS: #CPUT4 allowed back on campus | Zibuyisiwe iinkokheli zabafundi

Staff Writer 

Ekapa- Babuyiselwe esikolweni abafundi abane ababenqunyanyiswe okwethutyana yidyunivesithi iCPUT.

ULukhanyo Vangqa, Ayakha Magxothwa, Neo Mongale kunye noSivuyise Nolusu banqunyanyiswa ngomhla wama-30 EyeThupha 2017 emva kokubandakanyeka kuqhankwalazo e-CPUT.

Isithethi sase-CPUT uLauren Kansley uthe “Inqkubo yoluleko ebichotshelwe ngusihlalo ozimeleyo sifumanise benetyala aba bafundi bane zebagwetya ngokugxothwa kodwa isigwebo sabo sinqunyanyiselwe iinyanga ezilishumi elinambini”.

Uqhube wathi “Oku kuthetha ukuba, ukuba aba bafundi bafunyaniswe benetyala kwezinyanga zilishumi elinesibini zizayo yenye inkqubo yoluleko, bazakugxothwa”.

English: 
Read below CPUT statement on the #CPUT4

The disciplinary hearing against four suspended CPUT students was concluded today.

An independent external chairperson has found the four students guilty and the sanction was expulsion, suspended for 12 months.

This means that if the students are found guilty of any disruptions for 12 months from this date, the university will have grounds to pursue another disciplinary hearing and if found guilty again they can be expelled.

Lauren Kansley
CPUT Spokesperson

Advertisements

Categories: News

Tagged as: ,

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s