News

Bakhululwe abafundi base-UFS | UFS students released on bail as #UFSShutDown continues 

Bloemfontein- Ibhunga labafundi kwiDyunivesithi yaseFreystata lixelele abafundi ukuba bangazichopheli iimviwo zokuphela konyaka de baphozise izivubeko zeveki ephelileyo yoqhankqalazo olukhokhelele ekubanjweni kwabafundi abangama-46.

Kwingxelo ekhutshwe ngeCawa, umongameli we-SRC u-Asive Dlanjwa uthe bafikelele kwesi sigqibo emva kokudlana iindlebe nabafundi namhlanje kwiholo i-EBW. UDlanjwa ukwabhengeze ukuba abafundi ababebanjwe ngoLwesihlanu bakhululwe ngebheyile. Bekungekacaci ukuba kukhululwe bonke abafundi okanye abo base-Bloemfontein kuphela okanye abase-Qwaqwa.

Abafundi base-UFS baqhankqalazela ukunyuswa kwemali yeemfundo ngomyinge we-12,5 kunye nemiba yokhuseleko nokufikeleleka kwe-wifi.

English: 

Bloemfontein – The University of the Free State SRC has urged students not to sit for their end of the year examinations until after they have physically and mentally recovered from a week of protest that saw 46 students arrested in the Bloemfontein and Qwaqwa Campuses on Friday.

In a statement released on Sunday night, SRC President Asive Dlanjwa said that they came to this decision after a consulting with the student body in a meeting held this afternoon at the EBW auditorium. Dlanjwa also announced that the students who were arrested on Friday have been released. It was not immediately clear whether this also included students from the Qwaqwa campus.

UFS students are protesting the recent fee increment of 12,5% by the university, including safety issues and wifi access.

Advertisements

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s