Uyikhuphile ingxelo kaHeher uZuma kodwa ayinamhluzi | Fees Commision report out

Ekapa – UMongameli uJacob Zuma ude wayikhupha ingxelo yekomishoni ejengene nokufikeleleka lwemfundo yamahala kumaziko.

Ayinamhluzi ngoba ayicebisi nto malunga nemfundo yafelele engenafuthe labukoloniyali.

UMongameli uzakwenza isibhengezo emva kokuphecululwa kwalengxelo yintlanganisela yabaphathiswa.

Zifundele lengxelo apha.

English Translation:
Cape Town- President Jacob Zuma has released the long awaited report into the feasibility of free Higher Education by retired Jonathan Judge.
The most important takeaway is that it does not recommend free decolonized education.
The president will soon make a pronouncement on the way forward after the report has been processed by an inter-ministerial committee.
Read the report here.

    Leave a Reply

    Back To Top
    %d bloggers like this: