WENYUK’ UMBOMBELA: Uswelekile uHugh Masekela #RIPHughMasekela

thumbnail

EKapa – Igqala lomculo wejazz uHugh Masekela ulishiyile eli.
Ingxelo kaSABC ithi eligqala ulishiye eli emva kokulaliswa kwisibhedlele saseRhawutini.
UMasekela usweleke emva kokulwa idabi lomhlaza wobudoda.
Iingxelo ezithe vetshe azikacaci okwangoku.
English:
Jazz legend Hugh Masekela has passed on after a battle with prostrate cancer.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Back To Top