News

Usishiyile isikhundla owe-DASO kwi-UCT SRC | DASO UCT member resigns from SRC

Ekapa- Ilungu leDASO elikwisigqeba seBhunga laBafundi kwiDyunivesi yaseKapa lizibeke phantsi iintambo.

Eli lungu lisifake namhlanje ngalentseni isaziso sokushiya isikhundla ngenxa yezizathu ezithile.

Iimpukan’ eziluhlaza zisixelele ukuba eli lungu nguNongxowa u-Emma Johansson.

Oku kuthetha ukuba iDASO izakusala nezikhundla ezisibhozo, iPASMA ezimbini ze i-EFFSC izuze isihlalo esinye kwezine esele inazo ngoku ukuba uLoyola Nyathi, nolandelayo ngookwengxelo zonyulo lonyaka ophelileyo, uyasithatha esisihlalo.

English:

Vernac News has learnt that UCT SRC Treasure General and DASO UCT member, Emma Johansson, has resigned from her post.

Sources said that Emma resigned this morning due to ‘personal reasons’.

This means that the SRC will now comprise of 8 DASO members, 2 PASMA and 5 EFFSC, should Loyola Nyathi, who is next in line according to previous SRC results, take up the vacant post.

Advertisements

Categories: News

Tagged as: ,

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out /  Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out /  Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out /  Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out /  Change )

w

Connecting to %s