Njengoba usisishumane nje wena uZuma uzakutshata okwesixhenxe

Owayesakuba nguMongameli weli uJacob Zuma uzakutshata umfazi wesixhenxe.


Eli nqaku libhengezwe yi Timeslive ngoLwesihlanu.
Lentombi egama layo lingu Nonkanyiso Conco ivumile kwi Timeslive ukuba ngenene uzakutshata noMsholozi oneminyaka engamashumi asixhenxe anantandathu (76) loxa yena eneminyaka engamashumi amabini anesine (24).


UMsholozi utshate kasixhenxe waze wawuqhawula umtshato noNkosazana Dlamini-Zuma, waswelekelwa nangomnye wabafazi bakhe uKate Mantsho.
Okwangoku uZuma unabafazi abane uGertrude Sizakele Khumalo‚ Thobeka Madiba-Zuma, Nompumelelo Ntuli kunye no Bongi Ngema-Zuma.

    source: IOL

    Leave a Reply

    Back To Top
    %d bloggers like this: