News

‘Sicela uxolo’ |UCT Radio apologizes after racially offensive tweet

Scroll down for English

EKapa – Isitishi sikanomathotholo i-UCT Radio sixolisile emva kokuthumela umyalezo onobuhlanga kwikhasi lezonxibelelwano ngoLwesibini.

Sigxojiwe esi sitishi ngabantu emva kokuthumela lomyalezo apho babuza khona ukuba ‘ingaba abantu abamnyama bazilungele kusini na izinto eziphucukileyo’, kulandela udushe olwenzeka kuMgqibelo odlulileyo kwibala iMoses Mabhida nalapho abalandeli bangena ngetshova ebaleni, babetha oonogada bekwatshisa nempahla emva kokubethwa kweKaizer Chiefs ngamanqaku amabini yiFree State Stars.

Emva koxinzelelo olufakwe ngabantu begxeka lomyalezo esi sitishi sigqibe ngokuwurhoxisa lomyalezo ze sacela uxolo sisithi besifuna ukuqala nje incoko, kodwa bavumile ukuba bawubeke kakubi lombuzo.

Khange baphawule abesisikhululo ngaphandle kokusithumela kwimiyalezo yokucela uxolo kwikhasi labo.

English:

Cape Town – UCT Radio 104.5fm has apologized after sending a racially offensive tweet on Tuesday.

The station was taken to task by Twitter user after issuing a tweet asking whether black people ‘really deserve nice things’ following the pitch invasion by disgruntled fans on Saturday at the Moses Mabhida. Stadium where Kaizer Chiefs lost 2-0 to Free State Stars.

Retracting the offensive tweet, the station admitted that the tweet was poorly worded and apologized for ‘offending our listeners’.

They claimed that the intention was to spark a conversation following the pitch invasion.

Called for comment, one Live Drive DJ referred us to the recently tweeted apology.

Advertisements

Categories: News

Tagged as: ,

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out /  Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out /  Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out /  Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out /  Change )

Connecting to %s