News, Updates and Press Releases

BREAKING NEWS: Former YOTV star Akhumzi Jezile killed in Queenstown car accident | Ingozi yemoto isube umphefumlo kasaziwayo

12998675_10153672251355939_3873914298242493827_n.jpg

Akhumzi Jezile (Pic: Facebook)

Scroll down for English

Ekapa –   Owayesakuba ngumsasazi kwinkqubo uYOTV, uAkhumzi Jezile, akasekho kweli emva kokusutywa umphefumlo yingozi ebandakanya izithuthi ezimbini kufuphi neKomani ngoMgqibelo.

Lengozi yenzeke ngentseni yangoMgqibelo kwindlela uN6 kufuphi naseKomani yaze yasuba imiphefumlo emihlanu, uphawule watsho uKapteni Namhla Mdleleni osisithethi samapolisa eMpuma Koloni. UKapteni Mdleleni uthe isithuthi ebesisuka ngaseKomani singquzulene nesinye ebesisuka ngaseRhawutini. UJezile kukholeleka ukuba ebesingise ngaseMpuma Koloni nanje ngoba umyalezo wakhe wokugqibela ungqina kumakhasi wakhe wonxibelelwano.

Capture1

UJezile wagqama kunyaka u2007 ngokuba ngumsasazi kwinkqubo uYOTV phambi kokuba ayokuba ngumdlali kwimidlalo efana noKhululeka Siyavota.

 

English:

Cape Town – Former YOTV presenter and actor, Akhumzi Jezile, has been killed in a head-on collision involving two vehicles near Queenstown on Saturday.

The accident which claimed five lives happened on the N6 near Queenstown in the early hours of Saturday morning, but police spokesperson Captain Namhla Mdleleni could not immediately confirm the identity of those killed, however news of Jezile’s death circulated all over social media on Saturday afternoon with Xhosa comedian, Tsepiso Nzayo, posting a tweet from a Facebook account of someone believed to be a relative seemingly confirming the news of Jezile’s passing on.

 

Capture1

 

Musician Da Les also confirmed the passing on of the former Umhlobo Wenene FM presenter.

Capture1

 

Captain Mdleleni said that there was a collision between two vehicles, one travelling from Queenstown while the other one, believed to be Jezile’s vehicle, was travelling from Johannesburg.

Jezile was headed to the Eastern Cape for the long weekend according to his last social media activity.

Jezile shot to fame as a presenter in SABC 1’s YOTV game show in 2007 until 2012 before moving on to acting and radio presenting.

 

 

 

Advertisements

1 reply »

  1. This is the saddened news for 2018 may his soul RIP can’t believe that Akhumzi is really gone!!!!

Leave a Reply

This site uses Akismet to reduce spam. Learn how your comment data is processed.