Month: July 2018

LISTEN: UCT Vice Chancellor Blames Professor Mayosi’s Death on Fees Must Fall

Staff WriterCape Town – UCT Vice Chancellor has once again blamed the Fees Must Fall movement for having contributed in the stressors that led to the Dean of Health Sciences ending his life on Friday morning.Phakeng made these remarks in her address to the UCT Medical School on Monday morning. https://www.facebook.com/VernacNews/videos/1778678375561659/ She said that the […]

‘Uzibulele uNjingalwazi Mayosi’- Usapho

Umbhali Wethu EKapa – Ingxelo ekhutshwe lusapho lukaNjingalwazi Bongani Mayosi ngomgqibelo luthi lengangalala yogqirha ithabathe ubomi bayo ngoLwesihlanu.Incwadana ekhutshwe lusapho ithe lo ka Mayosi uthabathe ubomi bakhe ngentseni yangoLwesiHlanu emva kokulwa noxinzelelo lweengqondo kuleminyaka idlulileyo.Ukuwa kwakhe kubhengezwe yinqununu yeDyunivesithi yaseKapa, uMamokgethi Phakeng, ngokuhlwa kwangoLwesihlanu.UMayosi ebexelanga e-UCT njengeNtloko yeSebe LezeMpilo. UMayosi wafunda wayityekeza njengengcali enyanga intliziyo. […]

Back To Top