Advertisements

Day: Oct 8, 2018

Azikaphumi iingxelo zonyulo lwe-SRC e-CPUT

EKapa – Kuyaqhubeka ukubalwa kwevoti e-CPUT kwikhampasi iDistrict 6 emva kokuphazamiseka kokubalwa ngoLwesihlanu. Unyulo lweBhunga lonyaka ozayo luqale kwiveki ephelileyo kodwa kunanamhlanje azikaphumi iingxelo. NgoLwesihlanu isithethi saledyunivesithi uLauren Kansley saxela ukuba ubalo […]

Advertisements
Scroll back up