Advertisements

Day: Oct 10, 2018

Isifundo ngo James James Ranisi Jolobe kwiDyunivesithi YaseNtshona Koloni #SibuyiselaIsidimaSoLwimiLwesiXhosa

Gqr. Sebolelo Mokapela  Namhlanje kwiYunivesithi yaseNtshona Koloni bekubanjwe umsitho wokuqala ofundisa ngoomakhwekhwetha boncwadi lwesiXhosa. Isifundo sokuqala sihlohlwe nguMyezo Litha Jolobe ongumzukulu wongasekhoyo uJJR Jolobe. Ungazibukelela apha esi sifundo. uGqirha Sebolelo Mokapela ubhale […]

Advertisements
Scroll back up