Advertisements

Day: Oct 22, 2018

#ImililoYaseKapa Ungabanceda ngoluhlobo abahlali baseKapa abatshelweyo

Umbhali Wethu EKapa – Abahlali baseTown 2 eKhayelitsha bayaqhubeka nokwakha izindlu zabo emva komlilo ogqugqise izindlu zabo ngentseni yangoMgqibelo odlulileyo. NgoMvulo abahlali bebemaxhaphetshu besokha izisekelo zezindlu zabo eziqikelelwa kumakhulu asibhozo atshatyalaliswe ngulomlilo […]

Advertisements
Scroll back up