Advertisements

Day: January 24, 2019

‘Inopolitiko into yokubanjwa kwalomfundi’ – Abafundi bathethelela obanjwe enxibe impahla yomkhosi

EKapa – Abafundi beYunivesithi yaseNtshona basola ifuthe lepolitiki njengonobangela wokubanjwa kuka Aseza Mayaphi (20) emva kokubhaqwa enxibe impahla yangentla yomkhosi wokhuselo weli. Aba bafundi bakutsho oku xa bebeyokuxhasa u-Aseza Mayaphi, owenza izifundo […]

Advertisements
%d bloggers like this: