Advertisements

Day: Jan 28, 2019

Uzakuhlala ngendlu iminyaka emithathu uBonginkosi Khanyile #FeesMustFall

EKapa – Itshantiliziyo le #FeesMustFall uBonginkosi Khanyile ugwetywe iminyaka emithathu ehlala ngendlu okanye isohlwayo samawaka amahlanu (R5000) esixhonywe iminyaka emihlanu. Elitshantliziyo belijongene nezityholo zokuqhwaya udushe esidlangalaleni nokutyeshela imiyalelo yabakwantsasana ngexesha loqhankqalazo lwephulo lwemfundo […]

Advertisements
Scroll back up