Day: March 4, 2019

UMampintsha uhlasele uBabes Wodumo

EKapa – Umculi weKwaito uMampintsha untyumpantyumpeka enyaleni emva kokuvela kwevidiyo ebhentsisa lomculi ebetha isinqandamathe sakhe imvumi uBabes Wodumo. Levidiyo eshicilelwe nguBabes Wodumo kwikhasi u-Instagram ibonakalisa ingxabano yesisibini kwigumbi lokulala ngobusuku bangeCawe. Emva […]