Advertisements

Day: Mar 7, 2019

‘Asimfuni apha uMampintsha’ | UWC says no to West Ink concert

EKapa – IDyunivesithi yaseNtshona Koloni (UWC) isikhabile isicelo somsitho womculo wenkampani iWest Ink Records. Ledyunivesithi ikhuphe ingxelo ngoLwesibini isithi ayifuni nto yakwenza nomculi weKwaito uMampintsha. UMampintsha, ongumnini wenkampani iWest Ink, ujongene nengalo  […]

Advertisements
Scroll back up