Advertisements

Day: Apr 3, 2019

“Bendifuna ukubhentsisa elubala ubuhlanga baledyunivesithi” – umfundi wase UJ

EKapa – Umfundi weDyunivesithi yaseGoli uKamvelihle Goba uxelele intloko yeSebe leZoluntu ukuba linobuhlanga. Oku kwenzeke ngoLwesibini xeshana lo ka Goba ekhwele eqongeni eyokuthwala isidanga kwitheko laledyunivesithi. “Lendoda inobuhlanga. Kunamhlanje nje abafundi banqunyanyisiwe […]

Advertisements
Scroll back up