Advertisements

Author Archives

Sakhikhaya Dlala

Izakuvela enkundleni inkokheli ye #FeesMustFall

EKapa – USapho Mahilihili uzakuvela kwiNkundla kaMantyi yaseBellville ngoLwesithathu apho azakufaka isicelo sebheyile emva kokuvalelwa phantse iiveki ezimbini kwintolongo yaseGoodwood. UMahilihili ujongene nezityholo zokungena ngaphandle kwemvume nokonakalisa impahla xeshana ekwiphulo le #FeesMustFall […]

Advertisements
Scroll back up