Author: Siviwe Zibi

KUDUTYULWE KWABULAWA ABANTU KWINDAWO YENTSELO EKHAYELITSHA

Bashiyeke bembambe ongezantsi abahlali base Site B eKhayelitsha emva kokuba kudutyulwe kwabulawa abantu abasixhexe kwi ndawo yolonwabo, abathandathu bashiyeke bekwimeko engaginyisi mathe esibhedlele ukuquka intwazanana eneminyaka emithandathu. . Esi siganeko senzeke ngoMgqibelo ebusuku. Umzimba wexhoba lesixhenxe ekukholeleka ukuba ngumnini mzi apho kwenzekele khona intlekele ufunyenwe uthe tywa emva kwetyotyombe elikufutshane nendawo yesiganeko ngobusuku bange Cawe. […]

Back To Top