Advertisements

Author Archives

Vernac News

We write | Siyabhala | Re a ngwala | Ons skryf | Tinonyora | Ha Tsala | Re a kwala.
A youth run publication written in a variety of African Languages

‘Bophelela loondoda yakho, nguye ongene nyubululu kwi-DMs zam’- liyazithethelela igqiyazana

Sakhi Dlala EKapa – Lizithethelele igqiyazana elityholwe nguRachel Kolisi ngokuzama ukuhenda indoda yakhe uSiya Kolisi oyikapteni yeqela lombhoxo Amabhoko-bhoko. Eligqiyazana linguMarieke Botha lithe nangona sele icimile imiyalezo ebithunyelelwe kuye nguSiya Kolisi yena […]

Advertisements
%d bloggers like this: