Advertisements

Category: Sport

Ibethiwe iSundowns yiBarcelona #SundownsBarca

Ekapa – Iintshatsheli zeli iMamelodi Sundowns zibethwe kanobom zintshatsheli zaseSpain iBarcelona ngamanqaku amathathu kwelinye ngoLwesithathu. Ibala iFNB belizele lime ngeembambo ngoLwesithathu ukuzokubukela lamaqela edlalela indebe iNelson Mandela Centenary Cup ebhiyozela iminyaka elikhulu […]

Advertisements
Scroll back up