Advertisements

Tag: cput

Bakhala ngokhuseleko oluhexayo abafundi besikolo samanesi 

Sakhi Dlala Ekapa – Abafundi be-Western Cape College of Nursing bathi bahleli kabuhlungu zizenzo zolwaphulo-mthetho ezigquba kwelaziko. Aba bafundi bamisa izifundo kuleveki iphelileyo bephakhamisa izikhalazo eziquka amakhwiniba ngokhuseleko, ukunqongophala kwamanzi, kunye nokungakhathali […]

Advertisements
Scroll back up