Advertisements

Tag: Hlalanathi Mabanga

Final year CPUT student dies after hit & run | Utshayiswe yimoto wasweleka umfundi wase-CPUT

Ekapa – Bakhathazekile abafundi nabasebenzi kwiDyunivesithi yobuGcisa kwiSinga-siqithi saseKapa emva kokusweleka ngephanyazo komnye wabafundi. UHlalanathi Mabanga utshayiswe yiteksi ngentseni yangoMgqibelo. Isithethi seCPUT uLauren Kansley uthe “sibuhlungu kakhulu ngokushiywa nguHlanathi Mabanga oye watshayiswa […]

Advertisements
Scroll back up