Advertisements

Tag: Jacob Zuma

Njengoba usisishumane nje wena uZuma uzakutshata okwesixhenxe

Owayesakuba nguMongameli weli uJacob Zuma uzakutshata umfazi wesixhenxe. Eli nqaku libhengezwe yi Timeslive ngoLwesihlanu. Lentombi egama layo lingu Nonkanyiso Conco ivumile kwi Timeslive ukuba ngenene uzakutshata noMsholozi oneminyaka engamashumi asixhenxe anantandathu (76) […]

Advertisements
Scroll back up