
EKapa – Igqala lomculo womngqungqo uDorothy Masuka akasekho kweli. Iingxelo zithi lo kaMasuka unabele uqaqaqa namhlanje. Iinkcukacha malunga nokusweleka kwakhe azikaziwa. UMasuka osweleke eneminyaka engamashumi asibhozo nantathu wazenzela iindumasi ngokucula umculo womngqungqo […]
Advertisements