Tag: #KhayelitshaOccupation

Cape Town activists demand justice for fallen cadres #JusticeForPhilelaAndRasMoziah

Cape Town – Khayelitsha activists held a picket outside Lingelethu West Police Station on Saturday calling for justice for two murdered activists. The picket took place outside Lingelethu West Police Station where the dockets into the murder cases of Mthunzi ‘Ras’ Zuma and Philela Gilwa are held. The activists complain of a lack of progress […]

Ras Moziah murder case delayed yet again #JusticeForMoziah 

Cape Town – The case against the second suspect in the murder case of Khayelitsha land activist Mthunzi ‘Ras Moziah’ Zuma has been provisionally withdrawn for further investigation. The suspect made a brief appearance at the Khayelitsha Margistrate’s Court on Monday. The family of the slain activist were visibly disappointed as this was the second […]

Late detective delays Khayelitsha murder case | Ubuvila bomcuphi bulibazisa ityala lika Ras Moziah #JusticeForMoziah

Staff Reporter Ekapa – Ityala elibekwe u-Alfred Makinana orhanelwa ngokubulala itshantliziyo laseKhayelitsha, uMthunzi ‘Ras Moziah’ Zuma, likhutshiwe kuluhlu lwatyala phambi kweNkundla ka Mantyi yaseKhayelitsha.   UMakinana ubevele phambi kukaMantyi u-Vernon Jantjies ngoLwesiHlanu kwiNkundla kaMantyi eKhayelitsha. UMakinana wafumana ibheyile ye-R500 ngomhla wama-28 eyeSilimela.   Usapho lakwaZuma luxhaswa ngamaqabane kaRas Moziah lugqibe ngokuya buqu kwisitishi samapolisa iLingelethu […]

Memorial service held for Philela Gilwa | Bekubanjwe inkonzo yesikhumbuzo ka Philela 

EKapa- Inkonzo yesikhumbuzo ka Philela Gilwa ibibanjwe ngoMgqibelo eKilombo Village, eKhayelitsha. UGilwa waswelekeka eSibhedlele saseKhayelitsha ngoMqgibelo umhla we 15 EyeKhala emva kokuhlatywa emqolo, kufuphi nesiza somhlaba esibangwa ngabanxusi baseZwe Lethu. Umfana owayekhona xa kuhlatywa uPhilela uthe uGilwa wayeyokuhlangula yena emva kokulwa nomnye wabahlobo bakhe. Kuthe nje emveni kokusuka kulondawo bebhekise ekhaya baze baleqwa ngabafana abasixhenxe […]

Back To Top