Tag: Land Occupation

Ras Moziah murder case delayed yet again #JusticeForMoziah 

Cape Town – The case against the second suspect in the murder case of Khayelitsha land activist Mthunzi ‘Ras Moziah’ Zuma has been provisionally withdrawn for further investigation. The suspect made a brief appearance at the Khayelitsha Margistrate’s Court on Monday. The family of the slain activist were visibly disappointed as this was the second […]

Late detective delays Khayelitsha murder case | Ubuvila bomcuphi bulibazisa ityala lika Ras Moziah #JusticeForMoziah

Staff Reporter Ekapa – Ityala elibekwe u-Alfred Makinana orhanelwa ngokubulala itshantliziyo laseKhayelitsha, uMthunzi ‘Ras Moziah’ Zuma, likhutshiwe kuluhlu lwatyala phambi kweNkundla ka Mantyi yaseKhayelitsha.   UMakinana ubevele phambi kukaMantyi u-Vernon Jantjies ngoLwesiHlanu kwiNkundla kaMantyi eKhayelitsha. UMakinana wafumana ibheyile ye-R500 ngomhla wama-28 eyeSilimela.   Usapho lakwaZuma luxhaswa ngamaqabane kaRas Moziah lugqibe ngokuya buqu kwisitishi samapolisa iLingelethu […]

Another activist has been killed in Khayelitsha| Kuphinde kwagetyengwa eliny’ itshantliziyo

Scroll down for English Kuphinde kwagetywengwa eliny’ itshantliziyo kulempelaveki edlulileyo eTown 2, eKhayelitsha. Kungekapheli neenyanga ezimbini emva kokugetyengwa kuka Mthunzi ‘Ras Moziah’ Zuma, enye yeenkokheli kwidabi labanxusi ababanga umhlaba eTown 2, uPhilela Gilwa wahlatywa ngobusuku bangoMgqibelo malunga nentsimbi yesibhozo, aphawule ngelitshoyo amapolisa. I-Fees Must Fall WC iphawule ngelithi ‘ukusweleka kukaPhilela sisikhumbuzo esikrakra ngemboleko ebubomi baselokishini’. […]

Back To Top