Tag: Nelson Mandela

Uyeza uBeyoncé ….akahambi yedwa!

Ekapa – Imvumi yodumo yaseMelika uBeyoncé nabanye oosaziwayo kulindeleke ukuba bandwendwele eli loMzantsi Afrika bezokucula kumnyhadala wokubhiyozela ikhulu leminyaka wazwalwayo owayesakuba ngumongameli weli umfi uNelson Mandela. UBeyoncé nomyeni wakhe uJay-Z bazakubazimvumi eziphambili kumnhyadala we- Global Citizen Festival: Mandela 100 ozakubanjwa ngomhla we- 2 EyoMnga 2018. Ezinye iimvumi ezizakubayinxalenye yalomnhyadala ziquka uCassper Nyovest, D’Banj, Sho Madjozi, […]

Back To Top