Tag: petrol bomb

Sitshisiwe isakhiwo sase-CPUT | CPUT building petrol bombed 

Staff Writer Ekapa – Kuphinde kwatshiswa esinye isakhiwo kwikhampasi yase-Mowbray e-CPUT ngobusuku bangoLwesihlanu. Akukacaci ukuba ngubani otshisileyo. Isithethi sase-CPUT uLauren Kansley uthe akukabikho nkcukacha zicacileyo ngesisiganeko. Oku kuza emva kokuba iikhampasi zivaliwe kulandela uqhankqalazo oluhamba nodushe kuleveki iphelileyo. UGqr. Nhlapho oyinqununu e-CPUT ukhuphe ingxelo ngoLwesihlanu echaza ukuba iikhampasi zizakuvulwa ngoLwesithathu weveki ezayo. English summary:  An […]

Back To Top