Advertisements

Tag: Rands

Xhwii! Zemk’ iiweave magwala ndini!

Ekapa- Uya esanda umkhuba wokuxhwilwa kweenwelwe ezifakelwayo (weave/wig)  kwiindawo zolonwabo eKapa. Isiganeko sokuqala seenzeka kwenye indawo yolonwabo yaseKhayelitsha iRands. UNeliswa owayezonwabele nabahlobo bakhe, kwiiveki ezimbini ezigqithileyo, behleli kwitafile ekufutshane nendawo ehamba abantu usixelele […]

Advertisements
Scroll back up