Tag: #SecretBallot #UniteBehind

‘Maliphume isela elinguZuma e-ofisini’ #UniteBehind (isiXhosa)

Ekapa- Amaqela ngamaqela wamatshantliziyo ebebambe umngcelele osingise ePalamente ngoMvulo ngelokufaka uxinzelelo kumalungu wasePalamente ukuba aguzul’ uMongameli Zuma kuvoto lokungamthembi oluzobanjwa ngomso. Lomngcelele ubuzinyaswe liwaka labantu ubuququzezelwe phantsi kwegama u #UniteBehind neyingqokelela yamaqela afana ne- Equal Education, Right 2 Know, SaveSA, Cosatu kunye namanye amaqela ezolopitiko. Isithethi esiphambili uMcebisi Jonas sithe ‘eyona mpazamo sayenzayo ngo-1994 yayikukunikezela […]

Back To Top