Tag: Ukubuyiswa komhlaba ngaphandle kwentlawulo

Uzakwenza intetho e-UWC uNgcukayithobi | Ngcukayithobi to speak at UWC

EKapa – Igqwethwa leNkundla ePhakamileyo uTembeka Ngcukaitobi uzakwenza intetho kwiDyunivesithi yaseNtshona Koloni emini namhlanje.UNgcukaitobi umenywe yi-Institute for Poverty, Land and Agrarian Studies (Plaas) e-UWC.Lentetho izakugxila kwimiba ephathelene nesigqibo senkomfa ye-ANC sokubuyiswa komhlaba ngaphandle kwentlawulo, umsebenzi wakhe njengegqwetha kunye nangokuba yijaji elibambela kwiNkundla yoBango-Mihlaba.Eligqwetha nelikwangumbhali lizakwenza lentetho ngoLwesine e-UWC Library Auditorium ngentsimbi yokuqala. English summary: Advocate […]

Back To Top