Advertisements

Tag: vandalism

Sitshisiwe isakhiwo sase-CPUT | CPUT building petrol bombedĀ 

Staff Writer  Ekapa – Kuphinde kwatshiswa esinye isakhiwo kwikhampasi yase-Mowbray e-CPUT ngobusuku bangoLwesihlanu. Akukacaci ukuba ngubani otshisileyo. Isithethi sase-CPUT uLauren Kansley uthe akukabikho nkcukacha zicacileyo ngesisiganeko.  Oku kuza emva kokuba iikhampasi zivaliwe […]

Advertisements
Scroll back up